Twitter The Herald La Femme Weekend Post News Feed News Break
Sunscribe to The Herald Port Elizabeth eEdition Online News
Breaking News Special Reports Latest Galleries Lifestyle Service Directory Classifieds
The Algoa Sun
Shining light on your community

The 'Sun each week in turn serves the communities of the Northern Areas, Western Suburbs, Walmer and Motherwell. Many articles are written in the language of the area.

24 May '13
Motherwell Sun I-Mfesane yenene

ISIKOLO samabanga aphezulu iMfesane e-NU12 sizibone siwelwa ngumqa esandleni ngethuba siwongwa ngezixhobo zokufunda ezixabisa i-R100 000 ngumbutho obizwa nge-The Initiative kunye nenkampani ye-Auditing u-PWC.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun Amasela azidaphele

LIBUYE lagqojw' elingophiyo kwakho ithala lencwadi eMotherwell emva kokuba inkuntsela zamasela ziqhekeze zaze zeba ubuxhakaxhaka beecomputer, kungentsuku zatywala ziqale iimviwo zezikolo ngoJune.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun Iintsapho zifumen'izindlu

KULUCHULUMANCO olungazenzisiyo kwintaphane yeentsapho eMotherwell nebezifudula zigob' ityholo kumatyotyombe iminyaka, neziza kuphuma apho ziye kungena kwizindlu ezintsha zesamente eNU29.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun Abahlali bamis'iphulo lokuthintela ungcoliso

UNGCOLISEKO lwamathafa lusenziwa ngabantu abalahl'inkukuma ngoku ngekho mthethweni yenye yeengxaki abahlali base-Motherwell abaqolozelene nazo ngoba olungcoluseko luphinda lwenze iizifo kuluntu oluhlala kufuphi kulamathafa.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun Helping hand for those looking towards future

SHE grew up poor, just like any girl in a township, but she told herself education was absolutely essential to give her options in life.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun Bahlaziye ubizo lwabo abongikazi eM'well

ABONGIKAZI beziko lempilo i-Motherwell Health Centre babhiyozele usuku lwabongikazi kwizwe lonke ngo lweSihlanu womhla we17 kulenyanga sikuyo, kwinkonzo esisikhumbuzo kubo ngendlela obaluleke ngayo umsebenzi wabo, naphantsi kweemeko ezimfiliba.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun Zijolis'eNgilane iincutshe zeli

ISIBINI segqiya negqiyazana esigqwese ngomdaniso e-Motherwell, sithe gqolo ukuyijiwusiza phezulu i-flag yeli loMzantsi Afrika ngempumelelo yaso kwiminyhadala yomdaniso amazwe ehlabathi.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun Fast track to success

MOTHERWELL resident and businessman Bonke Bunu's love of music and sound is putting him on the road to success.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun Innovative programme to aid high schools

THE Countdown to Success campaign, which was started three years ago, by an NPO called The Initiative, is giving boys from Mfesane High in grades 10, 11, and 12 an opportunity to be among those who were mentored for a day in a campaign called Men in the Making.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun Iphulo lesikolo ngakwiziyobisi

ISIKOLO i-Motherwell High e-NU7 sizimisele kumlo neziyobisi nokunceda abantwana besikolo bahlukane nokusebezisa iziyobisi, ngenjong zokubabaziphathe kakuhle.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun Making a career out of her passion

FROM volunteering to decorate at family events such as weddings, 21st birthdays and even funerals, to starting her own events decorating company, Zimasa Koyo is living her dream.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun Shining Stars look to future in NMB league

ALTHOUGH they have not won the Mofa Build It Premier League title, Shining Stars are already looking ahead at participating at the next level – the Safa NMB SAB League.

Leave a comment(0) Comments
24 May '13
Motherwell Sun High rollers win medals

THE Motherwell Rollers recently came back from the South African Speed Roller Skating Championship with 13 medals.

Leave a comment(0) Comments
21 May '13
Motherwell Sun Imbasa rhoqo ngogqweso!

ISIKOLO samabanga aphantsi Imbasa yase NU12 sizigobh'a amacala emva koku gqwesa kukhuphiswano lomculo nanto leyo ethi ngoku sizakumela kumnyhadala wokhuphiswano wephondo oza kuqhutyelwa eMonti.

Leave a comment(0) Comments
21 May '13
Motherwell Sun Valid driver's licence absolutely essential for the road ahead

HAVING a valid driver's licence is a prerequisite for almost any job. Yet this is a skill that often gets overlooked.

Leave a comment(0) Comments
18 Apr '13
Motherwell Sun Intliziyo yonced'uluntu

UKUQAPHELA intsokolo yeqela labantu abangathathi ntweni eMotherwell yaba sisizekabani sokusekwa kwequrmhu i Human Heart Service Organisation (HHSO). Lombutho ongengowanzuzo (non profit) wasekwa ngo2010 ngamalungu amathandathu phantsi kotata onenkathalo ngabantu u-Zamile Futha e-NU12.

Leave a comment(0) Comments
18 Apr '13
Motherwell Sun Enkosi Bay TV - batsho abahlali

ISENZO esihle esenziwe yi-Bay TV sokunikezela ngezonka kwiintsapho ezihlala kwibala lase-NU11 emva kokutshiselwa kwazo amabobosi kwinyanga ephelileyo sishiye ezintsapho zichulumancile.

Leave a comment(0) Comments
18 Apr '13
Motherwell Sun Isakhono sakhe esingaqhelekanga

UBUCHULE bezandla yinto awayiphiwa ngu-Thixo. Ngoku, wenza onopopi besi-Xhosa ngamalaphu neebhotile.

Leave a comment(0) Comments
18 Apr '13
Motherwell Sun Bayafa abahlali lungcoliseko lwelindle

ISIKHALO sabahlali asikavakali, nangona isininzi sihlaselwa zizifo ngenxa yotyiwa zingcongconi. Ingxaki? Kukuphuphumala kwamanzi amdaka adal ekuhlaleni.

Leave a comment(0) Comments
18 Apr '13
Motherwell Sun Real City hot favourites in race for title

MOTHERWEL teams continue to dominate the Safa-NMB SAB League, with Real City the firm favourites to clinch the title and a place in the playoffs for a place in the Safa Regional Vodacom League.

Leave a comment(0) Comments
Browse Blog Categories
News Sport Letters Columns Entertainment Contact Us Walmer Sun Motherwell Sun Northern Sun Western Sun
Archives for this Blog
The Herald Port Elizabeth - Inspired by Times Media Group The Herald Port Elizabeth Digital Media & Marketing Association

All material copyright The Herald. © Times Media Group. All Rights Reserved.

Subscribe | Terms & Conditions | Privacy Policy | News | Archives | Events | Blogs | Classifieds | About Us | Jobs | Herald Rates | WeekendPost Rates

Website development and design by Online Innovations